Let us know how it is going

Udinga uncedo?

Awukwazi ukuphendula umbuzo ngokuchanekileyo?

  1. Khumbula: Esona sizathu sokuba umntu ayeke ukufunda okanye adideke okanye angakwazi ukufunda kungenxa yokuba udlule kwigama elingaqondwanga.

    Ukudideka okanye ukungakwazi ukuqonda okanye ukufunda kuza EMVA kweligama obungakhange ulichaze uze uliqonde. Isenokungabi ngamagama amatsha kunye angaqhelekanga onawo ekufuneka ukuba uwaqwalasele. Amanye amagama aqhelekileyo asetyenziswa rhoqo anokuchazwa ngendlela engeyiyo aze abangele ukudideka.

    Qiniseka ukuba uyayijonga kwakhona into oyifundileyo uze ubone ukuba naliphi na igama elingaqondwanga lichaziwe kwi Ingcaciso Yamagama okanye isichazi magama esilungileyo.

  2. Okanye, bhalela umphathi wakho umyalezo engezantsi kwaye uya kuphendulwa nge-meyile: