Let us know how it is going

WAMKELEKILE IIKHOSI ZE SCIENTOLOGY KWI-INTANETHI

IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY

Nokuba ujongene nobunzima obungakanani na ebomini, i Scientology ibonelela ngeempendulo.

Inika ubuxhaka-xhaka balemihla obuthe ngqo kunye neenkqubo zamanyathelo onokuzisebenzisa ukusombulula iingxaki uze uphucule ubomi bakho kunye nobabo bakungqongileyo.

Bhalisa kwiKhosi ye Scientology ekwi-Intanethi kwaye ufumane izixhobo zokoyisa nabuphi na ubunzima bobomi kunye nokufezekisa ubomi obanelisayo kunye nokonwaba. Nokuba injani imekoi, nge Scientology, ikhona into enokwenziwa ngayo.

Sele ubhalisile kwikhosi ekwi-intanethi?

Khetha ikhosi kuluhlu olungaphantsi.

ii Dynamics zoBukho

Nazi iintshisakalo ezisibhozo malunga nokusinda okanye “ii dynamics” ezenza ubomi uqobo. Ngokuziqonda ezi zinto, iingxaki zobomi ziyakuba nesisombululo kwaye unakho...

Amacandelo Okuqonda

Ukungqongophala kokuqonda yinto eqhelekileyo kuzo zonke impikiswano kunye neengxabano. Kule ncwadana, izinto ezintathu ezenza ukuqonda zicwangcisiwe:...

Ungazisombulula Njani Iimbambano

Ungquzulwano luxhaphake kakhulu kwihlabathi namhlanje kangangokuba uninzi lwabantu luthatha ngokungakhathali indlela ubomi ebufanele ukuba yiyo. Ewe nangona kunjalo ayiqhelekanga...

Izisombululo Zobungozi Bokusingqongileyo

Kukho abo bangathanda ukuba ukholelwe ukuba umhlaba okujikelezileyo uyingozi kakhulu kunemeko oyiyo. Vulela iindaba okanye thatha iphephandaba...

ii Assist Ukugula Nokwenzakala

Xa umntu ejongene nezifo ezininzi okanye ukulimala kwabahlobo okanye amalunga osapho lwakhe, omnye umntu angathanda ukubanceda abazisele-isiqabu.

Ingqibelelo kunye Nokunyaniseka

Ukuba ukhe wadaniswa ngesiquphe ngumntu omthembileyo, ukuba wakhe wakuva ukuqaqamba kwentliziyo kokungathembeki okwenziwa ngumntu omthandayo, ukuba ukhe...

Umtshato

Uxinzelelo kunye nobunzima obubekwa bubomi emtshatweni buya kuvavanya nolona lwalamano luthandanayo. Nangona kunjalo kuyakwazi ukuba umtshato ulungiswe kwakhona,...

Isikali seTone Yemvakalelo

Angaba maninzi kangakanani amathuba ethu okuphumelela ukuba besinokuqikelela ukuba umntu esidibana naye uza kunyaniseka okanye anganyaniseki? Mhlawumbi usebenzise indlela enzima-ukuphumelela...

Iimpendulo Kwiziyobisi

Akukho candelo lobomi elingachatshazelwanga yindyikitya yokusetyenziswa kweziyobisi. Ulwaphulo-mthetho kunye nobundlobongela zezona mveliso zicace gca, kodwa ubomi obuthe bonakaliswa okanye balehleka ngenxa yeziyobisi...

Abantwana

Susa iimfihlakalo, izimvo kunye neengcinga ezenza imizamo emincinci ukuphelisa iingxaki nokungaqiniseki malunga nokukhuliswa kwabantwana. Ziqulathwe kwi...

IziXhobo zeNdawo yokuSebenza

Ukusebenza ebomini kusebenzisa ishumi-elinesixhenxe lexesha lobomi bethu. Loonto ibonakalisa ngefuthe ubuchule esinabo bokuxhasa abo baxhomekeke kuthi nakwiziqu zethu, loonto ize ibe sisiseko kumgangatho wobomi kwaye, ukuze...

Ukuziphatha kunye nee Meko

Phantse wonke umntu angathanda ukuphucula ii-meko zakhe ebomini. Kodwa ukwenza njani oko? Bekungathiwani ukuba bekukho iifomula ezichanekileyo umntu anokuzilandela ukuziphucula...

Unobangela woXinzelelo

Wakhe wazibuza ukuba kutheni abanye abantu behleli begula ngelixa abanye bebonakala bephila nge-roller coaster yeemvakalelo zabo maxa wambi ziphakeme okanye zisemazantsi? Kule ncwadana,...

Uphando

Ngena kwi-Intanethi okanye uthathe iphephandaba kwaye uyakufumana zonke iintlobo zeenkcazo malunga nokuba kutheni lombutho mkhulu usilele okanye kutheni isicwangciso sepolitiki siqhushumbile....

Iziseko Zokucwangcisa

Amalungiselelo sisihloko esinokusetyenziselwa owona msebenzi mncinci okanye owona mkhulu. Ukusuka kwikhaya lomntu ukuya kumbutho-omkhulu-yeya loomntu leyo...

Iziseko zoBudlelwane boLuntu

uNxibelelwano loLuntu lubonelela ngeendlela zonxibelelwano ngezimvo zakho kwaye luzenze zamkeleke—esi sisakhono esixabisekile nesiyimfuneko xa ujongene neembono ezintsha. Yindlela...

Ukujolisa kunye ii Goals

Ukucinga ngenjongo akukho nzima ukuyenza loonto. Uninzi lwethu alunalo unqongophalo lwamathemba kunye namabhongo, kwaye ngokwenene ezi zizinto zobomi. Kwange xesha linye...

Iteknoloji yokuFunda

Baninzi abafundi abaphumelela ngezidanga ezikolweni nakwiikholeji abangakwaziyo ukukusebenzisa oko bakufundeleyo ezikolweni. Ayikuko ukuba baziziyatha okanye eyabo...

UnXibelelwano

Izakhono zoNxibelelwano zibalulekile kwinto yonke esiyenzayo ebomini. Enyanisweni, xa ukuthetha nokwenza sekugqityiwe, nakweliphi na inqanaba, unxibelelwano ngulo msebenzi mnye...