Let us know how it is going
6.‎3 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO

1 le 1

Ukwenza ingqondo, ithambo kunye nezicubu, umntwana kufuneka anikwe i protein—ukusukela xa eneentsuku ezimbini ezelwe ukuya kuthi ga kwiminyaka emithathu ubudala. Oko kwenza abantwana abomelele, abahle, abalumkile abazawulala kakuhle kwaye benze kakuhle.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Ukuba noMntwana owoNwabileyo Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.