Let us know how it is going

ABANTWANA

ULUHLU IWAMAGAMA EKHOSI

ukungakhathali: ukungabikho komdla ngokupheleleyo okanye ukuziva ngezinto ngokubanzi, kunye nokungabinako ukuphendula ngokweemvakalelo.

i khabohydrate: into esekutyeni ebonelela ngokukhawuleza emzimbeni. Uninzi lwe khabohydrate lwenziwa ngeswekile okanye lube yiswekile xa lusetyenzwa emzimbeni. Ukutya ii khabohydrate ezininzi akunampilo, njengokutya iilekese ezininzi okanye ukusela kakhulu iziselo ziqhamo.

unxibelelwano: ukutshintshiselana ngezimvo phakathi kwabantu.

ulawulo: ukubanako ukuqala, utshintsho kwaye nokumisa.

ukweyisela: isenzo sokunika umntu izizathu zokuzama ukumenza enze okanye amkele into.

ngokulula: ngendlela enobuchule ngaphandle kweempazamo okanye iingxaki.

ukukrokrela: ukuthandabuza umntu ngenxa yokuba omnye umntu engamthembi.