Let us know how it is going

ABANTWANA

IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY

Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:


Abantwana

Kule khosi uya kufunda:

  • Yintoni abantwana abayifuna kakhulu kubazali babo.
  • Kutheni abantwana besibanomsindo kunye nendlela yokuphilisa ngokukhawuleza ukukhathazeka.
  • Izixhobo ezichanekileyo onokuzisebenzisa ekukhuliseni abantwana bakho ukuba bonwabe, babesemphilweni, babekrelekrele kwaye bazithembe ebomini.