Let us know how it is going

UMTSHATO

IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY

Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:


Umtshato

Kule khosi uya kufunda:

  • Yintoni ebangela ukuba izibini zohlukane kwaye zizifihle ngemva kwezizathu zemitshato emininzi engaphumelelanga.
  • Iindlela zokukunceda ubone ukuba umntu ukulungele na—ngaphambi kokuba uqale ubudlelwane okanye umtshato.
  • Izixhobo onokuzisebenzisa ukubuyisela unxibelelwano phakathi kwendoda nomfazi-ukwakha umtshato owonwabisayo, ogcweleyo kwaye ohlala uhleli ixesha elide.