Let us know how it is going
3.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Unyango

Enye indlela yokunciphisa imeko yeqabane elinye okanye omabini amaqabane afuna ukushiya umtshato kukuba bobabini umyeni nenkosikazi babhale ii overt kunye nee withholds zabo. Babhala phatsi ii overt kunye nee withholds ephepheni, banike iinkcukacha zexesha kunye nendawo ye overt/withhold kunye nento eyenziweyo okanye ebanjiweyo. Xa oku kugqityiwe, umntu ngamnye uyakufumana amava esiqabu kunye nokubuya koxanduva. (Inkqubo yokubhala kwakho ii overt zakho kunye nee withholds zigutyungelwe ngokupheleleyo kwiKhosi Ingqibelelo kunye Nokunyaniseka kwi-Intanethi.)

Kungabakho amaxesha, nangona kunjalo, xa ubhala ii overt kunye nee withholds akususi ukukhathazeka okanye ukungabikho kwesivumelwano phakathi kwamaqabane omtshato. Ukuba oku kuyenzeka, amaqabane kufuneka aqhakamishelane ne Scientology auditor ukuze ancede umcimbi lowo. I auditor ngumntu oqeqeshiweyo kwaye ofanelekileyo ukufaka isicelo sokwenza inkqubo ye Scientology processing ebantwini ukuze baxhamle. I Processing yindlela ekhethekileyo yokucebisa umntu yedwa, eyahlukileyo ye Scientology, enceda umntu ukuba ajonge ubukho bakhe, obunokuthi kananjalo buphucule izakhono zakhe.

Enye indlela yokubuyisa inqanaba eliphezulu lonxibelelwano phakathi kwamaqabane omtshato kukufumana Umcebisi Wemitshato we Scientology. Oku kukwabonelelwa yi Scientology auditor.

Indoda nomfazi banokusebenzisa oluhle, olunenyani unxibelelwano, ukudala okanye ukuqhubeka kumtshato wolonwabo, nokufezekisa umtshato. Kwaye nalapha, iikhosi ze Scientology ze-Intanethi zinokuba luncedo olukhulu—njengeye iKhosi Unxibelelwano kwi-Intanethi kunye ne iKhosi Amacandelo Okuqonda kwi-Intanethi.

Ukuba bobabini abalingani basebenzela ukugcina izivumelwano abazenzileyo kunye nokulandela ikhowudi yabo isimilo, kwaye ukuba isibini sigcina unxibelelwano lukhululekile kwaye luvulekile phakathi kwabo, baya komeleza ubudlelwane babo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.