Let us know how it is going
3.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Ukunceda Umntu Ahlukane Neziyobisi

Emva kokuba umntu evume ukuphuma kwiziyobisi, inyathelo lokuqala kukuba umncede nge dry out.

I dry out ithetha ukudlula kuyo ngexesha le withdrawal ekusebenziseni iziyobisi.

Izisombululo ezinokusetyenzwa ziye zaphuhliswa kwi Scientology eyenza ukuba umntu abe dry out ngempumelelo.

Phambi kokuba kufumaneke ezi zisombululo, kwakunzima ukuphuma kwiziyobisi.

Umsebenzisi, engasazithathi iziyobisi, udlula kwii withdrawal symptomps. Ezi ziziphumo zomzimba nezengqondo ezifunyanwa ngumntu xa eyeka ukuthatha iziyobisi. Ziyothusa. Akukho mtshutshisi odale into embi ngakumbi.

Umntu ngela xesha wayenamathuba amabini:

  1. Hlala kwiziyobisi kwaye ubambeke kwaye ubandezeleke ngakumbi ungabinethemba lokufumana okungcono.
  2. Ukugula okungaginyisi mathe ngelixa uphuma isiyobisi kangangokuba bekukubi kakhulu ukunganyamezeleki.

Yiyo loo nto umntu osebenzisa iziyobisi ejongene nekamva elingonwabisiyo.

Ngethamsanqa, zimbini iindlela ezinokusetyenzwa ezikhoyo ezenza ukuba kwenzeke ukuba uphume kwiziyobisi kunye nobuncinci bokuphazamiseka. Zombini ezi zinto kufuneka zisetyenziswe:

  1. Umntu okwi dry out kufuneka anikwe isondlo esifanelekileyo. Ngesondlo kuthetha ukutya okufanelekileyo okufunwa ngumzimba ukuze uhlale usempilweni. Oku kubandakanya ii vitamins kunye nee minerals. Umsebenzisi weziyobisi unokusilela kwee vitamins kunye nee minerals. Ukusilela kuthetha ukuba ayonelanga kwinto eyimfuneko empilweni. Umzekelo, iziyobisi zibangela ukusilela kwii vitamin C, i vitamin B1, B complex kunye i niacin. Zonke ezi vitamins zibalulekile empilweni.

    Ukunika umntu ii vitamins kunye nee minerals ngelixa le dry out kufunyaniswe zibaluleke kakhulu kwimpumelelo ye withdrawal. Endaweni yokumenza ukuba ayeke ukuthatha iziyobisi, kunye nentlungu kunye nomngcipheko wokusilela, unikwa uninzi lwee vitamins kunye nee minerals.
  2. Kuya kufuneka anikwe ii Process Zezinto Ezibonakalayo, ezi ziindlela ezinceda umntu ukuba ajonge okanye abeke ingqalelo yakhe ngaphandle kuye. I objective inxulumene nezinto zangaphandle, hayi iingcinga okanye iimvakalelo zomntu. I process luthotho ngqo lwendlela okanye ulandelelwano lwezinto ezenziwayo (ulandelelwano yindlela izinto ezenzeka ngayo) ukuzisa isiphumo esifanayo.

    Ii Process Zezinto Ezibonakalayo zinceda umntu owayekade esebenzisa iziyobisi ukuba asuse ingqalelo kuye ayibeke kwindawo akuyo nabantu nakwizinto ezikulondawo. Eli nyathelo libaluleke kakhulu emntwini ophuma kwiziyobisi njengoko imnceda ukumngenisa kwixesha langoku.

    Xa zisetyenziswe kakuhle, ii Process Zezinto Ezibonakalayo zenza lula ii withdrawal symptoms, kunye nee vitamins kunye nee minerals, zenza ephumeleleyo i withdrawal nophazamiseka kubekuncinci.

Ukuba kukho umntu omaziyo oxhomekeke kwiziyobisi, ungamnceda akwazi ukudlula kwi withdrawal ngempumelelo ngokusebenzisa ezi ndlela.

Ukuba umntu uphethwe bubukhoboka obubi kakhulu, kungcono ukumthumela kugqirha olungileyo ukuze amvavanye. Ugqirha unokucebisa ngamanyathelo ezilumkiso ekufuneka zithathiwe kuloo mntu.

Abanye abantu banokuthi babekwe kwiziyobisi zonyango ngugqirha kwaye kusenokwenzeka ukuba bahlale kuzo. Kuxhomekeke emntwini nakugqirha ukuba athathe isigqibo sokuba makenziwe ntoni na kwezo meko.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.