Let us know how it is going
5.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Iinkqubo zokuNceda i Withdrawal

Ukongeza kwii vitamins kunye nee minerals, ii Process Zezinto Ezibonakalayo zibaluleke kakhulu ekuphumeleleni kwi withdrawal yedrugs.

I objective kuthetha ukuba inxulumene nezinto ezibonakalayo kunye nezinto zangaphandle, hayi iingcinga neemvakalelo zomntu.

I process lulungelelwano ngqo lwezenzo okanye umkhombandlela (ulandelelwano yindlela izinto ezenzeka ngayo) ukuzisa isiphumo.

Ii Process Zezinto Ezibonakalayo ziinkqubo ezinceda umntu ukuba azithathele ingqalelo aze azimisele ngaphandle, kwindawo ahlala kuyo.

Iziyobisi zityhalela umntu kumava angaphambili kwaye anamathele ingqalelo yakhe kuloo maxesha. Ii Process Zezinto Ezibonakalayo zimncedisa ukumkhulula kwilixa elidlulileyo kwaye zitsalele ingqalelo yakhe ngaphandle kwinto yangoku.

Ii Process Zezinto Ezibonakalayo zinceda umntu ukuba angene kwixesha langoku ukuze azi ngakumbi indawo akuyo ngoku kunye nabanye abantu. Okukhona umntu esiba nako ukujongana nezinto ezikhoyo ngoku, kwaye angaxakwa kwixesha elidlulileyo, kokukhona angabonwabela ubomi. Unokuba kunxibelelwano olungcono kunye nendawo ezikuyo njengoko zinjalo ngoku, hayi njengoko zazinjalo ngaphambili. Le yinto entle ukuba umntu ayifezekise. Umntu oye wafumana into eyenzakalisayo ngokuthatha iziyobisi, inokutshintsha ubomi.

Kungcono ukwenza ezi nkqubo kwindawo ethe cwaka apho kungena kuphazamiseka khona, kwaye kunexesha elaneleyo lokwenza le process de umntu oncedisiweyo abe nee izikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition. Izikhombisi ziimeko ezenzeka ngexesha le process ebonisa (bonisa okanye bonisa) ukuba ihamba kakuhle okanye imbi. Umntu ojongeka eqaqamba okanye onwabile ngakumbi, umzekelo, unee zikhombisi ezilungileyo. I cognition kukuqonda okutsha malunga nobomi. Yinkcazo ethi “Wazi ntoni, Mna…”; into umntu ayiqondayo okanye ayive ngequbuliso okanye uziva.

Ezi processes zisebenza kakhulu xa zinikwa amaxesha aliqela ngemini zokunceda umntu lowo ngexesha le withdrawal kwiziyobisi. I withdrawal ihlala ithatha iveki okanye ngaphantsi.

Umzekelo, unganika umntu enye yezi nkqubo ekuseni, kwaye iiyure ezithile kamva, umnike enye. Umntu ohamba kwi withdrawal uhlala elala kakhulu kunesiqhelo, ngakumbi ekuqaleni. Ke ngoko, musa ukugqithisa ukunika ezi processes. Ezimbini okanye ezintathu ii Process Zezinto Ezibonakalayo kusuku ngalunye ngexesha lonke le withdrawal kufuneka zanele ukufumana iziphumo.

Ezintlanu ii Process Zezinto Ezibonakalayo zinikezelwe kwezi zinto zilandelayo. Igama umyalelo, njengoko sisetyenziswe apha, sithetha owona myalelo unikwe umntu ukuba awulandele njengenxalenye ye process.

“Qaphela Ukuba”

Le process yenza ukuba umntu athathele ingqalelo emzimbeni wakhe nangaphandle kwendawo ahlala kuyo. Inkqubo yile ilandelayo:

  1. Xelela umntu oza kumnika ii Process Zezinto Ezibonakalyo kwaye umcacisele ngokufutshane ngenkqubo.
  2. Umyalelo esetyenzisiweyo ngu:

    “Qaphela ukuba _____ (into ebonisiweyo).”

    Qinisekisa ukuba uyayiqonda.
  3. Chaza into ebonakalayo ngokukhomba kuyo. Xelela umntu, “Qaphela ukuba ______ (into).”
  4. Xa umntu enze njalo, acknowledge umntu ngokuthi, “Enkosi” okanye “Okay” okanye “Kulungile,” njl.
  5. Qhubeka nokunika umyalelo, usalathisa ingqalelo yomntu kwizinto ezahlukileyo endaweni. Qiniseka ukuba u acknowledge umntu ngalo lonke ixesha emveni kokuba ewenzile lo myalelo.

    Umzekelo, yithi:

    “Qaphela esa situlo.”

    “Enkosi.”

    “Qaphela la festile.”

    “Konke kulungile.”

    “Qaphela umgangatho.”

    “Kakuhle kakhulu.”

    Kwaye nangokunjalo.
  6. Qhubeka nale process de umntu oncedwayo afumane nezikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition.

    Ungayiphelisa i process okwangoku. Mxelele umntu, “Ukuphela kwe process.”

I Havingness Process

I Havingness yimvakalelo yokuba yeyakho okanye unayo. Ingachazwa kwakhona njengombono wokuba nakho ukufikelela okanye ukungathintelwa ekufikeleleni. Le process ibeka ingqalelo yomntu kwindawo ejikeleze yena ukuze abe nayo. Inkqubo yile ilandelayo:

  1. Xelela umntu oza kumnika ii Process Zezinto Ezibonakalayo kwaye umcacisele ngokufutshane ngenkqubo.
  2. Umyalelo osetyenzisiweyo ngu:

    “Jonga jikelele apha ukuze ufumane into onokuba nayo.”

    Qinisekisa ukuba uyayiqonda.
  3. Nika umyalelo, “Jonga jikelele apha, ufumane into onokuba nayo.”
  4. Xa umntu enze njalo, acknowledge umntu ngokuthi, “Enkosi” okanye “Okay” okanye “Kulungile,” njl.
  5. Qhubeka ngokunika umyalelo. Qiniseka ukuba u acknowledge umntu ngalo lonke ixesha emveni kokuba ewenzile lo myalelo.

    Umzekelo, yithi:

    “Jonga jikelele apha ukuze ufumane into onokuba nayo.”

    “Enkosi.”

    “Jonga jikelele apha ukuze ufumane into onokuba nayo.”

    “Kulungile.”

    “Jonga jikelele apha ukuze ufumane into onokuba nayo.”

    “Konke kulungile.”

    “Jonga jikelele apha ukuze ufumane into onokuba nayo.”

    “Kakuhle kakhulu.”

    Kwaye nangokunjalo.
  6. Qhubeka nale process de umntu oncedwayo afumane nezikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition.

    Uyayigqiba iprocess okwangoku. Mxelele umntu, “Ukuphela kwe process.”

“Chukumisa Oko”

Le process yenziwa kunye nabantu ababini abahamba-hambayo, okanye ukuba umntu oncedwayo akakwazi kuhamba, banokuhlala etafileni benezinto ezininzi ezibekwe kumphezulu wayo. Inkqubo yile ilandelayo:

  1. Xelela umntu oza kumnika ii Process Zezinto zibonakalayo kwaye umcacisele ngokufutshane ngenkqubo.
  2. Umyalelo osetyenzisiweyo ngu:

    “Bamba le ______ (into ebonisiweyo).”

    Khetha izinto ezahlukileyo kwigumbi wenzele ukuba umntu achukumise.

    Qinisekisa ukuba umntu uyawuqonda umyalelo.
  3. Nika umyalelo, “Thinta le ______ (into ebonisiweyo).”
  4. Xa loo mntu enze njalo, acknowledge umntu.
  5. Qhubeka ngokunika umyalelo. Qiniseka ukuba u acknowledge umntu ngalo lonke ixesha emveni kokuba ewenzile lo myalelo.

    Umzekelo, yithi:

    “Chukumisa la tafile.”

    “Enkosi.”

    “Chukumisa esa situlo.”

    “Kulungile.”

    Kwaye nangokunjalo.
  6. Qhubeka nale process de umntu oncedwayo afumane nezikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition. Uyayigqiba i process okwangoku. Mxelele umntu, “Ukuphela kwe process.”

Chukumisa kwaye Vumela iqhubeke kwizinto zegumbi

Le yeyona ndlela ilungileyo kwaye iya kuphakamisa ubunyani bomntu kwizinto ezisegumbini. Inkqubo yile ilandelayo:

  1. Xelela umntu oza kumnika ii Process Zezinto Ezibonakalayo kwaye umcacisele ngokufutshane ngenkqubo.
  2. Imiyalelo esetyenzisiweyo yile:
    1. “Yintoni apha egumbini eyeyokwenyani kuwe?”
    2. “Yiya kuyo uyichukumise.”
    3. “Ngoku makhe uyiyeke.”
    Qinisekisa ukuba uyaziqonda.
  3. Nika lo myalelo, “Yintoni apha egumbini eyiyeyokwenyani kuwe?”
  4. Xa umntu ephendule, acknowledge umntu.
  5. Emva koko nika lo myalelo ulandelayo, “Yiya ngapha uyichukumise.”
  6. Xa loo mntu enze njalo, acknowledge mntu.
  7. Emva koko nika lo mthetho ulandelayo, “Yiyeke ngoku.”
  8. Xa loo mntu enze njalo, acknowledge umntu.
  9. Qhubeka ngokunika imiyalelo kolu luhlu: a, b, c, a, b, c, njl. Qiniseka ukuba u acknowledge umntu ngalo lonke ixesha emveni kokuba ewenzile lo myalelo.

    Umzekelo, yithi:

    “Yintoni apha egumbini eyeyokwenyani kuwe?”

    “Enkosi.”

    “Yiya ngapha uyichukumise.”

    “Kulungile.”

    “Ngoku makhe uyiyeke.”

    “Konke kulungile.”

    “Yintoni apha egumbini into eyeyokwenyani kuwe?”

    “Kakuhle kakhulu.”

    Kwaye nangokunjalo.
  10. Qhubeka nale process de umntu oncedwayo afumane nezikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition.

    Uyayigqiba iprocess kulendawo. Mxelele umntu, “Ukuphela kwe process.”

“Yiba Nomdla Ngayo”

Le yinkqubo ebaluleke kakhulu kwaye sisiseko ii Process Zezinto Ezibonakalayo. Inkqubo yile ilandelayo:

  1. Xelela umntu oza kumnika ii Process Zezinto Ezibonakalayo kwaye umcacisele ngokufutshane ngenkqubo.
  2. Umyalelo osetyenzisiweyo ngu:

    “Yiba nomdla malunga naloo nto.”

    Qinisekisa ukuba uyayiqonda.
  3. Chaza into egumbini ngokukhomba kuyo kwaye uthi, “Yiba nomdla malunga naloo nto.”

    Awubizi into ngegama, uyibonakalisa nje. Wena awuthi, “Yiba nomdla malunga nesitulo eso.” Uthi nje “Yiba nomdla malunga naloo nto.”

  4. Xa umntu enze njalo, acknowledge ngokuthi, “Enkosi” okanye “Okay” okanye “Kulungile,” njl.

  5. Qhubeka ngokunika umyalelo. Qiniseka ukuba u acknowledge umntu ngalo lonke ixesha emveni kokuba ewenzile lo myalelo.

    Umzekelo, yithi:

    “Yiba nomdla malunga naloo nto.” (Chaza into.)

    “Enkosi.”

    “Yiba nomdla malunga naloo nto.” (Chaza into.)

    “Kulungile.”

    “Yiba nomdla malunga naloo nto.” (Chaza into.)

    “Konke kulungile.”

    “Yiba nomdla malunga naloo nto.” (Chaza into.)

    “Kakuhle kakhulu.”

    Kwaye nangokunjalo.
  6. Qhubeka nale process de umntu oncedwayo afumane nezikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition.

    Uyayigqiba iprocess okwangoku. Mxelele umntu, “Ukuphela kwe process.”
  7. Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
    QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.