Let us know how it is going
9.‎5 ISAKHONO SOKWENZA

Ncedisa Umntu oThathe Iziyobisi

Yenza idatha evela kule khosi yaziwe ngumntu, ngesiphumo sokuba umntu azi ukuba zeziphi iziyobisi, zithini iziphumo zabo kunye nezisombululo ezinokubakho kubo ezifunyenwe kwi Scientology.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku iiZakhono zokuGqibela Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.