Let us know how it is going
9.‎5 ISAKHONO SOKWENZA

Ulungelelwaniso Oluchanekileyo

Jonga izinto ezenzeka ekhayeni lakho okanye emsebenzini ubone ukuba zenziwa ngolandelelwano oluchanekileyo.

Qhubeka ukwenza oku de ubone ngokuchanekileyo ukulandelelana kweziganeko.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Ukuzilolonga Ngokwenza Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.