Let us know how it is going
6.‎4 ISAKHONO SOKWENZA

Nceda umntu aJongane

Nceda umntu ngokuba abhale uluhlu olufutshane lweengxaki anazo ebomini bakhe. Emva koko menze afumane ukuba yeyiphi kwezi elula ukuba ajongane nayo. Mcele ukuba abhale phantsi. Emva koko ke mxelele ukuba abhale phantsi eyona nto ayaziyo ngokuqinisekileyo ukuba unokwenza kwinto yokugqibela ayibhalileyo. Ngoku, menze ukuba athathe into yokugqibela ayibhalileyo ayenze.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Imisebenzi Eyenziwayo Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.