AMACANDELO OKUQONDA
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:
![Amacandelo Okuqonda](https://files.ondemandhosting.info/imagecache/cropfit@w=249/data/www.volunteerministers.org/files/sites/all/themes/gold_master/course_volunteerministers_org/images/course/understanding_xh_ZA.jpg?k=)
Kule khosi uya kufunda:
- Ezi zinto zintathu zizisa ukuqonda kwayo nayiphi na into kwaye zinxibelelana njani.
- Ungabuphucula njani ubudlelwane kunye nabani na.
- Izixhobo ezichanekileyo ozidingayo ukwandisa ukuqonda kwakho nawo wonke umntu omaziyo kunye nehlabathi elikungqongileyo.