Let us know how it is going
4.‎4 ISAKHONO SOKWENZA

Ukwandisa i ARC Ngonxibelelwano

Cinga ngento ethile okanye into ongazi kakhulu ngayo kwaye wandise unxibelelwano nayo (jonga kuyo, yichukumise, ufunde ngayo, njl.) Qaphela okwenzekayo kwinqanaba lakho lomanyano nenyani xa sele wandise unxibelelwano.

QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku iiZakhono zokuGqibela Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.