Let us know how it is going
8.‎1 ISAKHONO SOKWENZA

Amanyathelo Okucacisa iGama

Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe

Oku kulandelayo yimisebenzi enxulumene ne teknoloji yokufunda. Ezi zixhobo zokuzilolonga ziya kunceda ukukhulisa ukubanako kwakho okusebenzisa Iteknoloji Yofundo. Ziyaku kunceda ube bhetele kwizifundo zakho nasekuncedeni abanye ngayo nantoni na abazama ukuyifunda.

QAPHELA: Okunye okunye ukuzilolonga kwenziwa nomnye umntu. Kwimeko apho ungenamntu wokuzilolonga naye, siyakukhuthaza ukuba uqhubele phambili kwinqanaba elilandelayo le khosi kwaye siya kukukhumbuza ukuba ufumane umntu kamva kwaye ugqibezele ukuzilolonga exesheni elizayo.

Cinga ngegama ongaliqondiyo okanye ongaqinisekanga ngalo kwaye ulicacise ngokwenkqubo ekwicandelo elithi “Amanyathelo Okucacisa iGama.”

QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.