Let us know how it is going
6.‎2 ISAKHONO SOKWENZA

Iminqwazi

Hamba onke amanqanaba okupheka isidlo okanye ukutya, ukusuka ekuthengeni ukutya, ukulungisa iinxalenye zesidlo, ukupheka, ukuphaka nokucoca kunye nokubeka yonke impahla esetyenzisiweyo. Qaphela “iminqwazi” eyahlukeneyo oyinxibileyo ngoku ubusenza oku.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Imisebenzi Eyenziwayo Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.