Let us know how it is going
6.‎3 ISAKHONO SOKWENZA

I Organizing Board enamaCandelo Asixhenxe

Funda kwakhona I Organizing Board enamaCandelo Asixhenxe ebandakanywe kule khosi. Ke, usebenzisa le bhodi njengemodeli, yenza imisebenzi eyahlukeneyo ye Org Board yeshishini lakho (ukuba unalo) okanye iqela olilungu lalo okanye imisebenzi kunye neentshukumo zobomi bakho.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Imisebenzi Eyenziwayo Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.