Let us know how it is going
4.‎3 FUNDA ELI NQAKU

I Organizing Board enamaCandelo Asixhenxe

Naliphi na ishishini lifuna iqonga labalawuli elibonelela ngokubeka esweni nokulungelelanisa imisebenzi yamacandelo. Kule Organizing Board enamaCandelo Asixhenxe, icandelo ngalinye linentloko engu-nobhala. Ukubonelela ngesikhokelo esipheleleyo nesichanekileyo kuwo onke amacandelo, kukho ooNobhala Abazintloko ababini. Omnye unikezela isikhokelo kumacandelo amathathu okuqala ngasekhohlo kwebhodi, aze omnye uNobhala Oyintloko ongamele lamacandelo mane angasekunene. Ishishini liphela liphethwe nguMlawuli Jikelele. Usebenza kunye nangooNobhala Abazintloko ukuze bajonge imveliso bandise neshishini lakhe.

(Khuphela i PDF xa ufunda.)
Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku I Organizing Board Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.