Let us know how it is going
11.‎6 ISAKHONO SOKWENZA

Ukunceda Abantu nge Assists

Ziqhelise ukunceda abantu nge assists. Nikezela nangaziphi na ii assist ozifundileyo kubahlobo, izihlobo, onxulumene nabo okanye abantu ongabaziyo. Umzekelo, ungandwendwela isibhedlele kwaye unike ii assist ebantwini abagulayo, abenzakeleyo okanye opholayo kwimithungo. Unga nika i assist ku mntu okwigumbi likaxakeka. Okuninzi okuncedayo, kokukhona uya kuba nobuchule kwaye abantu abaninzi uya kubanceda.

QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku iiZakhono zokuGqibela Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.