Let us know how it is going
11.‎1 ISAKHONO SOKWENZA

Ukunika i Contact Assist

Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe

Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.

Fumana umntu owonzakeleyo. Yiya naye ngqo kwindawo enzakele kuyo kwaye unike u Contact Assist kuloo mntu de loo ntlungu ngqo ivele emva koko ihambe, kwaye umntu lowo afumane isiqabu.

QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.