Let us know how it is going
8.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Umenza njani uMntu aba aQonde

Le assist ingamenza umntu onxilileyo aqonde ngemizuzu nje embawa.

INKQUBO:

1. Xelela umntu onxilileyo ukuba uza kumnika i assist. Chaza ngokufutshane ukuba uya kukhomba izinto egumbini okanye indawo okuyo uze umcele ukuba azijonge:

“Ndiza kukubuza, ngapha nangapha, ukujonga izinto ezahlukeneyo apha. Ndizakukhomba entweni xa ndikuxelela ukuba uyijonge.”

2. Khomba kwinto kwaye uxelele umntu onxilileyo:

“Jonga la nto ______ (into yegumbi).”

Yiba khona ngokukhululekileyo kwaye ungazami ukungahoyi umntu onxilileyo njengoko usenza oku. Umntu onxilileyo uhlala ealaselwa njengomntu onzima ukunjongeka. Ngokuqinisekileyo yena buqu akanakujongana nantoni na. Inye into angenakujongana nayo yiglasi engenanto. Uhlala eyigcwalisa ukuba ayinanto.

3. Xa umntu ewenzile lo myalelo, acknowledge ngokuthi: “Enkosi” okanye “Kulungile” okanye “Kuhle.”

4. Phinda umyalelo, ixesha ngalinye ukhomba into yegumbi kwaye acknowledging umntu.

5. Sukuphazamiseka ekuphenduleni uluvo oluvela rhoqo kulomntu “Eyiphi into?” Yenza umyalelo wakho wenziwe kwaye ube acknowledged.

UNGABINOMSINDO OKANYE UBETHE UMNTU ONXILILEYO, NOBA BENZA NTONI NA.

6. Qhubeka rhoqo njengoko kufuneka ade umntu abe ungcathu. Xa umntu eqondile yithi:

“Isiphelo se assist.”

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.