Let us know how it is going
5.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Amanani e Trends kunye Nentsingiselo Yawo

Ukuba uyayazi intsingiselo ye graph yamanani, ungasebenzisa imeko efanelekileyo ngawo nawuphi na umsebenzi. Kwaye ukuba uyayazi imeko, uyakuyazi ukuba yeyiphi ifomyula omawuyisebenzise kuyo. Ukusuka apho, kulula ukulandela amanyathelo kwifomyula nganye kunye nokunyusa amanani akho.

Ukuqonda amanani kufuneka wazi malunga nee trends.

Igama elithi trend lithetha indlela amanani ahamba ngayo ukuya phezulu—phezulu, kwinqanaba okanye ezantsi—ngaphaya kwixesha elithile, iiveki ezininzi okanye iinyanga. Sisikhokhelo ngokubanzi samanani ngaphezulu kwenqaku elinye kwi graph.

Xa usondele kakhulu kwindawo apho kusetyenzwa khona amanani, unokutshintsha ngokukhawuleza okwenzekayo kumanani.

Umzekelo, ukuba ungumthengisi kwivenkile enkulu yokuthenga iincwadi kwaye amanyathelo akho okubala inani leencwadi ozithengisayo, kuya kufuneka ujonge amanani akho ngeyure neyure.

Ukuba uyintloko yesebe kwivenkile ethengisa iincwadi, ulawula amanani akho yonke imihla.

Kodwa ukuba ungumnikazi wale venkile iphela, uyakudinga ukufumana amanani eveki ukulawula ivenkile.

Kwaye ukuba nguwe olawula zonke iivenkile zencwadi ezikwisixeko siphela, ungabukela i trend okanye umkhomba ndlela wamanani kwiiveki, ke unokuthatha amanyathelo afanelekileyo ukukhokela ukwanda kwawo.

Ukufunda ii Trends Zamanani

Ii trends zamanani zingabonisa nantoni na ukusuka kwi Imeko Yengozi ukuya kwi-Imeko Yamandla, kuxhomekeka kwicala le graph kunye nokuba ithambeke njani na.

Ngokujonga nje kuyo, kufuneka ulinganise amanqaku aphezulu kunye namanqaku asezantsi amanani kwaye ngale ndlela uza kubona umkhombandlela jikelele kwi graph.

Imizekelo:

I Non-Existence trend ingabonakala ngolu hlobo:

Oku kunokuba yi Non-Existence trend:

Oku kunokuba i trend Yengozi:

Le iya kuba i trend Yongxamiseko:

Njengoko ubona, ayithambekanga kangako.

Oku kuya kuba yi Emegerncy trend njengoko izakuwa—akukho nto ihlala ikwinqanaba ixesha elide.

Oku kunokuba yi trend Eqhelekileyo:

Nakuphi na ukunyuka okuncinci kwinqanaba kuQhelekile.

Oku kunokuba yi trend Ubutyebi:

Oku kunokuba kwakhona yi trend Ubutyebi:

I graph iyenyuka ngetrend Ubutyebi.

Le graph ibonisa Ubutyebi buya eMandleni:

I trend Ubutyebi ibetha kwinqanaba elitsha eliphezulu. Amandla yi trend Eqhelekileyo egcinwe kuluhlu oluphezulu kakhulu.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.