Let us know how it is going
19.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Imeko Yokubhideka

Eyona meko iphantsi yile-Imeko Yokubhideka.

Imeko Yokubhideka, umntu okanye indawo iya kuba kwimeko yentshukumo engaqhelekanga. (Xa kukho into ingaqhelekanga, ayilawulekanga kwaye ayicwangciswanga.) Imeko Yokubhideka, akuyi kubakho mveliso yokwenyani, kuphela kukuphazamiseka okanye ukubhideka.

Ukuze umntu aphume phandle k'ukubhideka, umntu kufuneka afumanise phandle ukuba uphi.

Ifomyula yokubhideka:

Fumanisa phandle ukuba uphi.

Qaphela: Kubalulekile ukuba umntu osekubhidekeni acaciselwe ngolwazi malunga nokubhideka. (Oku kuyenziwa ngaphambi kokuba kuqalile inkqubo.)

Ingcaciso:

  1. Naziphi na iimeko ezibonakala ngathi azinaso isisombululo esikhawulezileyo.

    Ngokubanzi:

    Ukubhideka yintshukumo engaqhelekanga.

    Ukuba ubunokuma kwitrafiki enzima, uya kuziva ungcungcutheka ngenxa yento yonke ekujikelezayo. Ukuba ubunokuma kwisivunguvungu esinamagqabi kunye namaphepha abhabha ngakuyo, ubuya kuziva ubhidekile. Ukubhideka kukubhideka kuphela ukuba zonke iziqwenga zentshukumo ziyaqhubeka. Ukubhideka kukubhideka kuphela kude kube akukho nxalenye yoko kuchazwe ngokucacileyo okanye kuqondakale.

    Abantu abanokulawula “ukungaqheleki” banako ukuphatha ukubhideka. Abantu abangakwaziyo ukulawula izinto badala ukubhideka ngakumbi.

  2. Konke ukubhideka, kukuhamba okungena pateni (ngendlela ehlelwe ngayo). Amalungu abandakanyeka k'ukubhideka ayangqubana omnye komnye, abuy'umva omnye komnye kuze ahlale kwi ndawo. Akukho mveliso, njengoko kufuneka ukuba nemveliso kufuneka kuphume into ethilephandle.

Umzekelo, thatha indoda elungisa imoto ikwi-Imeko Yokubhideka. Akazifumani ezinye zeenxalenye zeemoto ezintsha ngenxa yokuba indawo yokusebenza ayilunganga, akafumani izixhobo zakhe okanye nesando kuba engazi ukuba wazibeka phi. Uchithe i oyile kumaphepha akhe onke, ngoko akazi ukuba yintoni ekufuneka yenziwe ngeemoto kwivenkile yakhe. Akukho zithuthi zilungiswa kwaye zibuyiselwa kubathengi.

Njengomnye umzekelo, umsebenzi wase ofisini okwi Imeko Yokubhideka wenza isenzo sokubhala ileta sithathe iintsuku ezimbini endaweni yemizuzu elishumi elinesihlanu. Waphula ikhompyuta yakhe, angafumani phepha, engabinayo i inki kwiprinta, alahlekelwe yidilesi yomntu kwaye kufuneke athenge izitampu ngakumbi. Okwangoku, azikho ezinye iileta zakhe ezaphuma phandle njengoko esazama ukuthumela phandle incwadi yokuqala.

Ifomyula eyongeziweyo ye-Imeko Yokubhideka yile:

  1. Yamkela i Locational kwindawo kwindawo okuyo.

  2. (ILocational ifumaneka ngokuhamba-hamba nomntu, ngaphakathi nangaphandle, kwaye uthi: “Jonga loo [nto].” Xa loo mntu enze njalo, acknowledge ngegama elithi “Enkosi” okanye “Kulungile” okanye “Kuhle.” Sebenzisa izinto ezinje ngesitulo, umthi, imoto, umgangatho, isilingi, indlu, njl. Umntu owenza iLocational unokukhomba into ngalo lonke ixesha. Yenziwa nje ade umntu akhanyelwe kwaye aqaphele okuthile okanye abe nokuqonda okutsha ngobomi bakhe.)

  3. Thelekisa apho ukhoyo kwezinye iindawo owawukade ukhona.

  4. Phinda inyathelo 1.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.