Let us know how it is going
11.‎3 ISAKHONO SOKWENZA

Ezokuziqhelanisa

Jonga ngobomi bakho kwaye ubone ukuba unguye, okanye okhe wakhe waba, ekunxibelelaneni noMntu Ongakufuni Ukwazintlalo. Yenza uluhlu lweempawu zongakufuni ukwazintlao ezazibonakalisiwe nguMntu Oxinelelayo.

Yenza le nto ngokuphinda phinda ude uzive uqinisekile kumandla akho okubanako okuqonda iimpawu ezichasene nokungakuguni ukwazintlalo ebantwini.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku iiZakhono zokuGqibela Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.