Let us know how it is going
11.‎1 ISAKHONO SOKWENZA

Ezokuziqhelanisa

Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe

Oku kulandelayo ziintshukumo ezinxulumene nonobangela woxinzelelo. Oku kuyakukunceda ukuba usebenzise le teknoloji Ekuhlaleni nakuMntu Ongakufuni Ukwazintlalo kubomi bakho.

Lemisebenzi ayifuneki ukuba ugqibezele ikhosi yakho, nangona kunjalo sicebisa ukuba uyenze ukwandisa ukuqonda kunye nokubanako ukusebenzisa umxholo.

QAPHELA: Okunye ukuziqhelanisa kwenziwa nabanye abantu. Ukuba awunamntu oza kwenza ukuziqhelanisa naye, siyakukhuthaza ukuba uhambele kwelinye inyathelo elilandelayo kwaye siza kukukhumbuza ukuba ufumane umntu kamva kwaye ugqibezele ukuziqhelanisa ngelo xesha.

Jonga kubantu abakungqongileyo okanye ufumane iphephandaba kwaye ulijonge. Fumana umzekelo wokungafuni ukwazintlaloukuziphatha. Qaphela ukuba loluphi uphawu wokungafuni ukwazintlalo oluboniswa ngumntu okanye ngumbhali wenqaku. Jonga iimpawu ezili-shumi nambini zoMntu Ongakufuni Ukwazuntlalo ezidweliswe kule khosi ukuba awuqinisekanga kwaphela.

Phinda oku kuphinda-phinda rhoqo njengoko kufuneka njalo ukuze ubone ngokukhawuleza kwaye ukhawuleze uMntu Ongakufuni Ukwazintlalo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.