Let us know how it is going
4.‎1 FUNDA ELI NQAKU

Isiqabu

Ukuba ubungaqonda kwaye ubize amagama abo Bantu Abangakufuni Ukwazintlalo abo ububazi kwaye uyeke unxibelelwano nabo, unokufumana isiqabu esikhulu.

Kwaye, ukuba uluntu beluya kuthathela ingqalelo olu hlobo lobuntu njengomntu ogulayo, njengoko ngoku behlukanisa abantu abanesifo esinokusasazeka ngokudibana ngokwasemzimbeni, abantu bangonwaba kakhulu xa besebenza kunye kwaye iingxaki zemali ziya kuba ngcono.

Izinto akunakulindeleka ukuba zibengcono ngakumbi ukuba nje i 20 percent zabemi ivunyelwe ukuba ibe nolawulo okanye amandla ngaphezulu kwaye ibangele ukwenzakala kubomi be 80 percent eseleyo.

Inxalenye elusizi kukuba aBantu Abangakufuni Ukwazintlalo abayi kuzivumela ukuba bancedwe kwaye bangazukuphendula kunyango ukuba uncedo belukhona.

Ukuqonda kunye ukubanako ukubona ubuntu obunjalo kungazisa utshintsho olukhulu kuluntu kunye nase bomini bethu.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.