Let us know how it is going
3.‎1 FUNDA ELI NQAKU

IsiZathu esiSiseko

Isizathu esisiseko sokuba Umntu Ongakufuni Ukwazintlalo aziphathe ngalendlela aziphatha ngayo kukuba unoloyiko olufihlakeleyo (uloyiko olunamandla) lwabanye.

KuMntu Ongakufuni Ukwazintlalo, wonke umntu ulutshaba oluzakutshatyalaliswa ngasese okanye ekuhleni.

Umntu Ongakufuni Ukwazintlalo uhleli ecinga ukuba, ukuze ahlale ephila, kufuneka “aqhubeke eyekisa abanye abantu” okanye “angabavumeli ukuba bafunde kwaye.”

Ukuba nabani na uthembisa ukwenza abanye abantu bomelele okanye baqaqambe ngakumbi (ubukrelekrele ngakumbi), Umntu Ongakufuni Ukwazintlalo angaziva ekwingozi enkulu buqu.

Bacinga ukuba, ukuba bakule ngxaki ininzi kunye nabantu ababangqongileyo ababuthathaka okanye abaziziyatha, banokutshatyalaliswa ukuba nabani na uya esiba namandla okanye aqhakaze.

Umntu onjalo akanalo ithemba kwabanye abantu. Ukoyika kakhulu abantu, kodwa oku kuhlala kufihlakele.

Xa umntu onje ephambana (phambene ngokupheleleyo), ucinga ukuba umntu ngamnye adibana naye uyi Martian okanye umntu osebenzela i FBI.

Kodwa uninzi lwaBantu Abangakufuni Ukwazintlalo ababonakalisi ngokubonakalayo iimpawu zempambano. Babonakala bephilile. Bayakwazi ukukucenga ukuba abaphambananga.

Nangona kunjalo, uluhlu olunikezwe ngaphambili lwenziwe ngezinto umntu onjalo yena angakwazi ukuzibona. Oku kuyinyani kangangokuba ukuba ubucinga ukuba ubonakalise uphawu olunye kuluhlu, ngokuqinisekileyo awunguye Umntu Ongakufuni Ukwazintlalo. Ukubanako ukuzijonga ngokwakho kwaye wenze isigqibo sokuba wenze into engalunganga yinto Umntu Ongakufuni Ukwazintlalo angenakuyenza. Kufanele ukuba BALUNGILE ngoba bekholelwa ukuba basengozini eqhubekayo. Ukuba ubonise Umntu Ongakufuni Ukwazintlalo ngokuba AKALUNGANGA, unobangela agule kakhulu.

Ngumntu ophilileyo kuphela ozama ukulungisa indlela aziphethe ngayo.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.