Let us know how it is going
11.‎5 ISAKHONO SOKWENZA

Ezokuziqhelanisa

Ukuba kukho umntu omaziyo one PTS kwaye unazo zonke iimpawu zokunxibelelana noMntu Oxinzelelayo, mbonise amanqaku kule khosi kwaye umenze uba awafunde. Emva koko wenze amanyathelo UkuPhatha okanye ukuNqumla kunye naye ukuze aphathe okanye anqumle kuMntu oXinzelelayo ebe nxibelelana naye.

Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu
QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku iiZakhono zokuGqibela Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona.