Let us know how it is going

II ASSIST

ULUHLU IWAMAGAMA EKHOSI

i acknowledge: thetha okanye wenze into ukubonisa omnye umntu ukuba unxibelelwano luviwe kwaye lwaqondwa.

sezintlungwini: intlungu egqithisileyo.

amayeza okubulala iintsholongwane: izinto ezikwazi ukubulala okanye intsholongwane ezingasebenzi emzimbeni. Amayeza okubulala iintsholongwane asuka kwizinto ezincinci (ezincinci kakhulu eziphilayo) okanye zenziwe ngobugcisa nge process yekhemikhali.

imela yokuxhela: enkulu, ebukhali kakhulu imela yokusika inyama.

ukuxilonga: isigqibo malunga nesifo okanye enye imeko, esenziwe emva kokujonga iimpawu kunye nophawu.

ukungahlaliseki: ukungaziva mnandi okanye ukungathandeki emzimbeni okanye imvakalelo yengqondo.

umnwe wokolatha: umnwe ecaleni ko bhontsi.

i livingness: umgangatho, imeko okanye imo yokuba uphilile.

i objective: i goal umntu azama ukuyifezekisa.

uxhongo: indawo engaphambili yomlenze phakathi kwedolo kunye neqatha.

aqonde: akanxilaga.

ukukruneka: ukwenzakala kwendawo ejikeleze indawo edibeneyo (ilungu lomzimba elijikayo) elibandakanya iintlungu nokudumba, okubangelwa kukutsala okanye ukujija okuhlanganisiweyo ngamandla amaninzi, ngaphandle kokophula ithambo okanye ukususa amathambo ngaphandle kwendawo.

ukunyuka: ukunyuka ngequbuliso, okubukhali into egqitha kwenye into.

i X-ray: umfanekiso ongaphakathi emzimbeni womntu. Ii X-rays ngamaza angabonakaliyo abandakanya amasuntswana we energy amakhulu anakho ukuhamba ngokusebenzisa izixhobo ezithambileyo ngendlela efanayo ukukhanya okudlula ngayo kwiglasi. Ziqhelekile ukusetyenziswa zizibhedlele, ogqirha kunye noogqirha bamazinyo ukubonisa imifanekiso yangaphakathi yomzimba.