Let us know how it is going

UPHANDO

UKUGQITYWA KWEKHOSI

Sivuyisana nawe, ! Uyigqibile iKhosi Uphando kwi-Intanethi!

Esi satifikethi sithunyelwe kwidilesi ye-meyile yakho, sibonisa ukugqiba kwakho.

Sinqwenela ukwazi malunga nokuqonda okanye uphuculo olwenzekileyo ngokuthatha le khosi, okanye ngayo nayiphi na impumelelo onayo ekusebenziseni iteknoloji oyifundileyo kule khosi. Ungasazisa apha:

Khuphela
Hlela igama kwisiqinisekiso sakho

Kulungile ukupapasha (?)

Enkosi!

Ikhosi yakho elandelayo

Ungquzulwano luxhaphake kakhulu kwihlabathi namhlanje kangangokuba uninzi lwabantu luthatha ngokungakhathali indlela ubomi ebufanele ukuba yiyo. Ewe nangona kunjalo ayiqhelekanga...

Ikhosi yakho elandelayo

Nazi iintshisakalo ezisibhozo malunga nokusinda okanye “ii dynamics” ezenza ubomi uqobo. Ngokuziqonda ezi zinto, iingxaki zobomi ziyakuba nesisombululo kwaye unakho...

Ikhosi yakho elandelayo

Ukungqongophala kokuqonda yinto eqhelekileyo kuzo zonke impikiswano kunye neengxabano. Kule ncwadana, izinto ezintathu ezenza ukuqonda zicwangcisiwe:...

Ikhosi yakho elandelayo

Kukho abo bangathanda ukuba ukholelwe ukuba umhlaba okujikelezileyo uyingozi kakhulu kunemeko oyiyo. Vulela iindaba okanye thatha iphephandaba...

Ikhosi yakho elandelayo

Xa umntu ejongene nezifo ezininzi okanye ukulimala kwabahlobo okanye amalunga osapho lwakhe, omnye umntu angathanda ukubanceda abazisele-isiqabu.

Ikhosi yakho elandelayo

Ukuba ukhe wadaniswa ngesiquphe ngumntu omthembileyo, ukuba wakhe wakuva ukuqaqamba kwentliziyo kokungathembeki okwenziwa ngumntu omthandayo, ukuba ukhe...

Ikhosi yakho elandelayo

Uxinzelelo kunye nobunzima obubekwa bubomi emtshatweni buya kuvavanya nolona lwalamano luthandanayo. Nangona kunjalo kuyakwazi ukuba umtshato ulungiswe kwakhona,...

Ikhosi yakho elandelayo

Angaba maninzi kangakanani amathuba ethu okuphumelela ukuba besinokuqikelela ukuba umntu esidibana naye uza kunyaniseka okanye anganyaniseki? Mhlawumbi usebenzise indlela enzima-ukuphumelela...

Ikhosi yakho elandelayo

Akukho candelo lobomi elingachatshazelwanga yindyikitya yokusetyenziswa kweziyobisi. Ulwaphulo-mthetho kunye nobundlobongela zezona mveliso zicace gca, kodwa ubomi obuthe bonakaliswa okanye balehleka ngenxa yeziyobisi...

Ikhosi yakho elandelayo

Susa iimfihlakalo, izimvo kunye neengcinga ezenza imizamo emincinci ukuphelisa iingxaki nokungaqiniseki malunga nokukhuliswa kwabantwana. Ziqulathwe kwi...

Ikhosi yakho elandelayo

Ukusebenza ebomini kusebenzisa ishumi-elinesixhenxe lexesha lobomi bethu. Loonto ibonakalisa ngefuthe ubuchule esinabo bokuxhasa abo baxhomekeke kuthi nakwiziqu zethu, loonto ize ibe sisiseko kumgangatho wobomi kwaye, ukuze...

Ikhosi yakho elandelayo

Phantse wonke umntu angathanda ukuphucula ii-meko zakhe ebomini. Kodwa ukwenza njani oko? Bekungathiwani ukuba bekukho iifomula ezichanekileyo umntu anokuzilandela ukuziphucula...

Ikhosi yakho elandelayo

Wakhe wazibuza ukuba kutheni abanye abantu behleli begula ngelixa abanye bebonakala bephila nge-roller coaster yeemvakalelo zabo maxa wambi ziphakeme okanye zisemazantsi? Kule ncwadana,...

Ikhosi yakho elandelayo

Ngena kwi-Intanethi okanye uthathe iphephandaba kwaye uyakufumana zonke iintlobo zeenkcazo malunga nokuba kutheni lombutho mkhulu usilele okanye kutheni isicwangciso sepolitiki siqhushumbile....

Ikhosi yakho elandelayo

Amalungiselelo sisihloko esinokusetyenziselwa owona msebenzi mncinci okanye owona mkhulu. Ukusuka kwikhaya lomntu ukuya kumbutho-omkhulu-yeya loomntu leyo...

Ikhosi yakho elandelayo

uNxibelelwano loLuntu lubonelela ngeendlela zonxibelelwano ngezimvo zakho kwaye luzenze zamkeleke—esi sisakhono esixabisekile nesiyimfuneko xa ujongene neembono ezintsha. Yindlela...

Ikhosi yakho elandelayo

Ukucinga ngenjongo akukho nzima ukuyenza loonto. Uninzi lwethu alunalo unqongophalo lwamathemba kunye namabhongo, kwaye ngokwenene ezi zizinto zobomi. Kwange xesha linye...

Ikhosi yakho elandelayo

Baninzi abafundi abaphumelela ngezidanga ezikolweni nakwiikholeji abangakwaziyo ukukusebenzisa oko bakufundeleyo ezikolweni. Ayikuko ukuba baziziyatha okanye eyabo...

Ikhosi yakho elandelayo

Izakhono zoNxibelelwano zibalulekile kwinto yonke esiyenzayo ebomini. Enyanisweni, xa ukuthetha nokwenza sekugqityiwe, nakweliphi na inqanaba, unxibelelwano ngulo msebenzi mnye...

Zonke zamkelekile

Unokufunda ngakumbi nge Scientology kuMbutho we Scientology okufuphi kuwe. Wamkelekile nangaliphi na ixesha. Ngena namhlanje uzifumanisele.

Funda incwadi

Iincwadi eziyintshayelelo ze Dianetics kunye ne Scientology ziqulethe izinto ezintsha onokuzisebenzisa ukufezekisa ulonwabo lomntu kunye nenkululeko evela ekuziqondeni kwakho.